Iziduko – Xhosa Clan Names

Xhosa clan names (isiduko (sing.), iziduko (pl.) in Xhosa) are family names which are considered more important than surnames among Xhosa people. Much like the clan system of Scotland, each Xhosa person can trace their family history back to a specific male ancestor or stock. Mentioning the clan name of someone you wish to thank is the highest form of respect, and it is considered polite to enquire after someone’s clan name when you meet them. The clan name is also sometimes used as an exclamation by members of that clan. When a woman marries she may take her husband’s surname, but she always keeps her own clan name, adding the prefix Ma- to it. A man and a woman who have the same clan name may not marry, as they are considered to be related. Clan names A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups include:

  • Bhayi (Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu – they belong to the amaVundle people)
  • Bhele (divides into several sub-clan groups: Dongo, Langa, etc.)
  • Bhukhwana (ooMbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo)
  • Cethe (ooChizama)
  • Cirha (ooNcibane, Nojaholo, Ntswentswe, Qhanqolo, Sihlobo SikaPhalo, Hlomla lidala lineempondo, MGcaleka) by AD
  • Deyi
  • Debeza – OoDebeza, ngoJebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka Ntshiyini Bathi uqumbile, Khonkcoshe Mbokodo engava mkwetsho (These are royalty in the Amampondomse group. Their main concentration is in the former Transkei, in Tsolo, Qumbu and Umthatha in the Eastern Cape.)
  • Dlamini (or Zizi,Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxib’inoboya, Fakade the clan name of Thabo Mbeki, khatsini, mtikitiki, nomana ndab’azithethwa intsuku ngentsuku,bhengu, nonyathi an Mfengu subgroup)
  • Mdlane, Tutuse, Mdimba
  • Dlomo (different lines, Thembu or Hlubi subgroups) Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Zondwa, Sophitsho, Ngqolomsila, Vela bambhentsele, Tubhana, Qhumpase, Tande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, oZondwa zintshaba ezingasoze zimenzele nto.
  • Dontsa - oNoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, oMntungwa uNdukuMkhonto, uShembe, bath’ uDontsa akananyongo kant’ abay’bon’ uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo… (Hlubi clan)
  • Dosini
  • Duma (Nxuba)
  • Faku (Nyawuza, Thahla, Ndayeni, Mpondo, Hlamba ngobubend’amanz’ekhona)
  • Gaba (Mngqosini, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mnt’womlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodw’emnyama Kahili, Msuthu)
  • Gadluma
  • Gambu (Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi)
  • Ganu
  • Gatyeni (Mamali,ndondela,nkomo zibomvu,nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu)
  • Gcina, Helushe, Xhamela Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho (Bahamba bepheth’isali – ihashe bakulifuman’emlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba). The Gcina clan is originally from Lady Frere in the Eastern Cape. The amaGcina are thought to be kings of Lady Frere as they are the dominant clan. Mawande Ntantiso
  • Gebe (a Bomvana clan name)
  • Gqunu
  • Gqwashu (with Khoikhoi ancestry)
  • Gqwarhu – omhlophe, Khawu, Ntenge, Mtabasa ka Dingana, Jalamba
  • Gxarha - Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana(Mpodomise subgroup clan name)
  • Hegebe
  • Jola SingaMampondomse ngohlanga, ooJola, ooJoliNkomo, ooMphaNkomo, ooQengeba, nomakhala, njuza, sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, hoshode, hakaha, mfaz’ obele ‘nye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo
  • Jwarha (Mtika, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantw’abahle noba bapheth’ izikhali,
  • Khawuta
  • Khiwa (Qwebeda) (Khonjwayo,Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana a Pondo clan)
  • Khonjwayo Isizwe noMnombo (Tribe Genealogy): Sizakuwubeka ngokokuzalwa kwabo, sithatha nje iintloko zabo,,,,uChithwayo uzala uKhonjwayo, uKhonjwayo azale uKhiwa, uKhiwa uzele uNgcekula(Inkosi eyayiphethe ngexesha lakudala ihlonitshiwe)uNgcekula uzele uNdzondela kwindlu yake enkulu(Great House) ,noNtsikinyani ekunene(Right House).UNdzondela wazala uHlaka, uHlaka wazala uNgetu, uNgetu wazala uPhoswa, uPhoswa wazala uSilwanyana, uSilwanyana wazala uMakalanyana, uMakalanyana wazala uSikhehlana, uSikhehlana yena uzala uTatana. Ngoku singena kwinzala yendlu yasekunene kaNgcekula, uNtsikinyana uzele uMakhanda, uMakhanda wazala uNogemane kwiGreat House, kwiRight house wazala uThungana. Masiqale kwindlu enkulu, uNogemane uzele uGwadiso(Dumile), uGwadiso wazala uGodloza, uGodloza yena wazala uNtenteni, uNtenteni wazala uGobizithwana(uZwelidumile) waza ke yena uGobizithwana wazala uDumisani inkosi enkulu ephethe isizwe samaKhonjwayo ngoku. Kanti ke uThungana yena wobunene buka Makhanda uzele uSithelo, uSithelo wazala uPhonyela, uPhonyela wazala uMakhizinyani, uMakhizinyani yena wazala uHlathikhulu, uHlathikhulu yena uzala uThulani.
  • Khumalo (Mfengu clan name)
  • Khwetshube (Mpondo clan name)
  • Kwayi (Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcond’oneentshaba, etc.)
  • Madiba (the clan name of Nelson Mandela, a Thembu. Important rulers and chiefs include Mthikrakra, Ngangelizwe, Dalindyebo, Joyi, Jumba, Sabatha, Buyelekhaya) Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Zondwa, Sophitsho, Ngqolomsila, Vela bambhentsele, Tubhana, Qhumpase, Tande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, oZondwa zintshaba ezingasoze zimenzele nto.
  • Maduna (Gubevu, Nokhala, an Mfengu clan name)
  • Mambi (Nxontsa ka Xesibe, , uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu,Mntshontsho uSabela uyabizwa emazibukweni)
  • Manci (Mbali, Wabane, Tshitshis’intaba, Mdludla ka Bekiso, Zinde Zinde Zinemiqala)
  • Maya (omaya oyem yem osophitsho, omagwa, ongqolomsila, obhomoyi)
  • Mahlangu
  • Matshaya Mbathane
  • Mbanjwa
  • Mbatha
  • Mbotho
  • Mdlangathi: Mome mome Sirhama Somntwana, Juta
  • Mfene: Lisa, Jambase, Hlathi, Buswayo, Canzi, Sanzanza
  • Mhaga (noSabe, Amawel’ukuzana, uQwetha no Gqubushe)
  • Miya, Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa
  • Mjoli (Qubulashe, Wushe, Nonina)
  • Mkhwemte Dabane Sgadi Mekhi Ntswentswe Fulashe Nojaholo Ncibane Qhanqolo Ntlokwenyathi Ngququ venge
  • Mpangela, Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.
  • Mpehle (Mpodomise subgroup clan name)
  • Mpemvu : uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva(a Thembu clan name)
  • Mpinga, Mbetshane, Hlahla lamsik’ umntu es*ndeni, ngceza, Sintila, Nyaw’ zinoshukela, mzukulu kaSityulu, kheth ‘omthandayo, Mawawa, ): the clan of Enoch Sontonga, author of “Nkosi Sikelel’ iAfrika”, part of National Anthem of Republic of South Africa.
  • Mtakwenda (Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe)
  • Mthunzi (Nyukwana, Homposhe, Njifile, Ntibane, Pepepe, Thambo lihlab’elimzondayo, Qabel’eliweni)
  • Mvulane (Ncilashe, Msuthu – they belong to the amaVundle people)
  • Mweli (Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Sibakhulu, Ntlangwini’s enebathat yaseMakhuzeni)
  • Myirha Mzondi Sampu Ziyeka (Ithambo lenyoka lihlaba elimzondayo)
  • Nala, Mpembe, uNdokose, Nokhay’ehlungwini, uNgquma, uNojakadelana, uSbheku-bhekuza, uMpondo zihlanjiwe, uJiba isihlobo sikaDzangwe, uHlubi. Originally from amaHlubi and abaThembu tribe.
  • Ncuthu
  • Ndaba (Tshibase, Bhadela, Mntungwa, Nonunu, Nomangcangca, Nogubela)
  • Ndala (Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )
  • Ndlovu Mntungwa Gengesi Malunga Mancoba (zidlekhaya ngokuswela umalusi)
  • Ndzaba (Msuthu, Bhili, Mancoba, Gase, Mwelase) into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehashe…
  • Ngcitshane
  • Ngxongo
  • Ngwanya
  • Nkomo (Mntungwa, Khumalo – amaMfengu. They are originally Ndebele from Natal and arrived in as refugees in Thembuland in 1828 during the time of the Mfecane wars.)
  • Nkwali (Mfengu/Hlubi clan name: bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi). The Nkwalis’s were born ebukhosini (kingdom) buka Ndwandwe and they were famous during the rule of Dlomo the Thembu king. Nkwali originate from Mkhwanazi ka Ndwandwe. Nkwali joined the amaHlubi tribe. Nkwali gave birth to Mlabatheki who gave birth to Bukula. Same as Bukula, Maphela also comes from Nkwali. Mapela (Xhosa name for cockroach) got the name because he was so wealthy that his wealth was all over like cockroaches.

“…Abakwa Nkwali bazalwa ebukhosini, kunjalo nje baduma kakhulu ngolawulo likaDlomo. UMlabatheki wayengumfo wakwaNkwali; yena uzala uBukula, lo ufungwayo ngabo. uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo. AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali. Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusithiwas ngabakwaMaphela. “Ngabakwa Nkwal’ enkosi, Enyon’ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi. Ngabakwa Buz’ elikhul’ elagedl’ umhlanga, Kwavel’ amaBuz’ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetil’ abanye bazithwele. Inkwali yintak’ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfula”…” Source: IZiduko zama Hlubi, ngu Henry Masila Ndawo. Published by Lovedale Press, 1939. Found at Rhodes University Library. Last updated 12/03/2013 nguNkwali, uBukula, uThando wakwa Mjebeza kaNokuni ozalwaNgumsithi yena ozalwangu Mjebeza eGobozana eQonce.

  • Nompunzi ((thole lempunzi), Gcodi, Lusalu, Catala ka Qoyi, mbumbulu inye zingabambini ziyadubulana)
  • Nozulu (Kheswa, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mbanguba, Thukela) by AD
  • Nqarhwane (ooZduli, ooHintsabe, ooMaqhula, ooHlabilawu)
  • Ntshilibe
  • Ntshiza, Gubha, Mbamba, Nakazana
    Qwangqwa…….elimnyama nezinja zalo
    Simelela…………ngentonga ebuthelezini
    Malilwelwa……..zintombi zithi bhuti ndizeke andinaMama andinaTata
    Mpumlo-nkulu….igcwel’umfinya.
  • Nxasana
  • Nxuba (Mduma, Rhudulu)
  • Nyawuza (Faku, Mpondo ruling line, chiefs including Faku, Sigcau, Bokleni, Ndamase)
  • Nzothwa
  • Mqadi Ngqwili Nondlobe,Ngcwina,
  • Qhinebe – Gqugqugqu, Zithonga-zthathu, Haha, Mlunjwa, Mkhomanzi, Duka namahlathi,konjanémnyama idlalémafini.
  • Qocwa (Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga Mbizana, Mabombo)
  • Qoma (Qomukuyitya, Nyoyela, Nwaba ndikwenze, Singqu, Sisiqobo eso) by AD
  • Qithi (Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, Yem-yem, Sopitsho, Ngqolomsila, Velabembhentsele, Zondwa, Thembu)
  • Thwane (Fulela wanetha, Mfazi olivila, Mpemvu,Sabelo, Wuwu)
  • Mqwambi, Holomi
  • Qwathi – Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni. (The amaQwathi are not a clan but an independent nation founded by Mtshutshumbe kaMthetho who split from the amaXesibe nation and settled in the Mqanduli area in Thembuland some 350 years ago. Later they settled in their present capital of Engcobo during the reign of King Dlomo of abaThembu, about 1680. This small but fiercely independent and anti-colonial nation divides into several clans: amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc. Prominent chiefs include the heroic anti-colonial Stokwe ka-Ndlela, the courageous Dalasile kaFubu, the great Fubu himself (who fought and killed both Rharhabe and his son Mlawu in 1782, defended his capital and defeated Madzikane of the Bhaca in 1824 and Matiwane of Ngwane in 1828 during the Mfecane wars triggered by Shaka, etc.), Zwelakhe (present chief))
  • Rhadebe (Bhungane, Mthimkhulu, Ndlebentle’zombini, Makhulukhulu, Mafuz’ afulele njengelifu lemvula, Mashwabada owashwabadel’ inkomo nempondo zayo, Mbucwa, Zikode (amaHlubi)
  • Rhoyi
  • Sango – Nzitha, khwayikhwayi
  • Sithathu – means “third” (the third Khoi-khoi ancestry clan)[oChisana, Khopoyi, Ndebe, Hasa,Lawu]
  • Skhosana (Skhosana, Novaphi, Mntungwa, Ntuthwana, msikamhlanga, uNtuthu uyeaqhuma zonke izizwe zabikelana zathi ngabakwaSkhosana. Dunga) by Onesimo Langeni
  • Skhoji (A group of Xhosa speaking people who mainly occupy the small town called Tsolo on the Tsitsa valley. They are the direct descendants of a Scottish man by the name of William Saunders who befriended a Xhosa girl and later had issue.)
  • Shiya
  • Sohobese
  • Sonani
  • Sukwini (with Khoi-khoi ancestry) – [Chwama, Dibashe, Lawu'ndini, Nja-bomvu, Sandlala-ngca, Ithole loMthwakazi, Tiki ayivumi napokotho, unnqayi linqindi,imvaba yiketile]
  • Thangana (Krila,Mtengwana, Rhaso, M’bamba, Bodlinja, Gobingca)
  • Thole (Gqagqane, Buzini, Ndlangisa, Mzimshe, Lwandle)
  • Tolo (Hlubi clan name – Dlangamandla, Mchenge, Mabhanekazi, Zulu, Vumbalempongo liyanuka)
  • Tshangisa (Zulu, Skhomo, Mhlatyana, Rhudulu, Nxuba, Mngwevu)
  • Tshawe (the ruling house among all the Xhosa. Chiefs include HintsaSigcawuSarhiliXolilizwe, etc.)
  • Tshezi (the ruling Bomvana clan of the Jalamba-Gambushe line, with European shipwreck ancestry)
  • Tshomane (with shipwreck ancestry, split from the ruling Nyawuza clan of the Mpondo)
  • Tshonyane [The clan name of chris hani] (aphuma kubelungu abatyekezwa yinqanawe), (Chungwa, Dikiza, Sawu, Tota, Simnke, Khwane, Hani, Zulu, Mth’uzimele, Gqunukhwebe, Nkomo z’bomvu)
    • Xesibe (AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are: Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho).
    • Xhamela (They are also called amaGcina, found in Thembuland).
    • Yeka (uMyeka, umThembu, unoYhila, umNgqavu, uMvela, uMjuku… njalo njalo)
    • Zangwa (Khwalo, Ncuthu, Sohobese, oonkuma – amaMpondo).
    • Zulu (Ntombhela, Mahlahlula emaduneni, Tshaka)

Major Xhosa-speaking nations or groups

Not all Xhosa speaking people belong to the amaXhosa nation whose rulership descends from amaTshawe (the Gcaleka and Rharhabe rulerships. The amaXhosa nation are the descendants of the line of Tshiwo to Phalo who begot Gcaleka and Rharhabe. Some people make the mistake of saying all Xhosa speakers are Umzi kaPhalo. The House of Phalo split into the amaGcaleka and amaRharhabe and the kingdom is presently being fought over between these two Xhosa houses. The issue of a Xhosa kingdom remains unresolved. These nations or groups include:

      • AmaBhaca (descended from Madzikane, chief of the amaNgwane, killed during the invasion of Thembuland in 1828)
      • AmaGqunukhwebe
      • AmaMfengu (amaHlubi, amaBhele, amaZizi, amaNgwane, etc.)
      • AmaMpondo (Pondoland; their kingdom is in dispute, like that of the amaXhosa)
      • AmaMpondomise (their kingdom was destroyed by British colonists in revenge for the killing of magistrate Christopher Hope by Mhlontlo’s forces during the Anti-Colonial Revolt of 1880. The revolt was led by Mhlontlo of the amaMpondomise together with Gecelo of the amaGcina, Dalasile and Stokwe of the amaQwathi and Squngathi of the abaThembu).
      • AmaQwathi (Qwathiland)
      • AbaThembu (their kingdom is in dispute between the Matanzima and Dalindyebo descendants – Dalindyebo descedants are regarded as the rightful Kings of Thembu).
      • AmaVundle
      • AmaXesibe (Xesibeland
      • AmaXhosa (Xhosaland; the kingdom is in dispute between amaGcaleka and amaRharhabe – AmaGcaleka are regarded as the rightful Kings of AmaXhosa)

The AmaMpondo have their separate lineage that is traceable from Sibiside to Dlemini to Njanya, to Mpondo and Mpondomise (twins) and Xesibe. The descendants of Mpondo are Santsabe, Sukude, Msiza, Ncindise, Cabe, Gangata, Bhala, Chithwayo, Khonjwayo, Ngcoya, Hlamandana, Tahle, Nyawuza and many others. The descendants of Xesibe are Ntozabantu to Ndzuza to Miyana to Bimbi to Nondzaba who begot Hlabe to Mthetho to Mtshutshumbe who founded the amaQwathi nation. Mtshutshumbe begot Mndwana begot Ncobe begot Nkovane begot Ntswayibana begot Dikela. The amaMpondo, amaMpondomise, amaXesibe and amaQwathi nations are related but the amaQwathi settled in Thembuland more than 350 years ago and as a result Qwathi chiefdom is more Thembu in culture and political association.

PS: This is work in progress. If you have corrections, additions and suggestions, please send an email to: xhosaculture@gmail.com CAMAGU!

About these ads

110 thoughts on “Iziduko – Xhosa Clan Names

  1. I suggest that you kwiziduko zamaMpondomise kuba ooDosini ngooNgcwini amaMpondomise omthonyama
    Sent via my BlackBerry from Vodacom – let your email find you!

  2. Thanks for the info but I would like to know if isithakazelo sooThangane siphelela up to where you ended it

  3. Hi, it is difficulty to track and trace a person’s ancestory and origin using the surname instead of clan name ( isiduko ). I suggest that you tell us your clan name so that we can trace your origin as you have suggested. Regards

  4. Hi, OoDosini are of the AmaMpondomise stock and origin, I suggest that you visit the archives and read Soga’s books such as Elundini loThukela, Zemk’iinkomo magwalandini etc

  5. Amagcina, ooXhamela, ooNcancashe, ooPhato bakaNokwindla, ooThyopho ethyaphakile imehlo elinye, Malamb’ edlile, nogabul’utyani, beba iigusha zamabhulu bathi ziziduli zethafa, abantu abahamba bephethe isali ihashe bolifumana emlungwini, abathatha iinto zabantu bathi bayazigcina kanti bayazithatha

  6. Amantlane are of the Mpondo origin alongside sukude mkhondwana/khondwana nyawuza faku. Read a book written by Cingo

  7. Oonqukhwe ngamaMpondo omthonyama who originated from Ntabankulu Mt Ayliff Mbizana. Visit a book weritten by Cingo Iziduko zamaMpondo

  8. I have a little bit of information regarding isiduko sam, Ntlotshane so xa bezithutha baye bafake oojali, mpempe, qatha alikhuni, madiba, yem-yem, ngqolomsila: bendicela ukubuza ingaba nyani xa kufuneka sizithuthile sizithutha ngolu uhlobo?

  9. Mna ndingu Siwahla, xa ndizithutha ndithi: Ndingu Khambule Mncube Mzilankatha Mlotywa Jiyana Zulu Shaka…. Ndicela undiphawulele imvelaphi yamaKhambule utsho undithuthele iziduko zakhona?

  10. Ndicela ukubuza ooNgikwa/Ngcingwa oMcobothi ba bona zithini ezabo iziduko bevela phi. Enkosi

  11. My clan name is Maduna. I would like to know which ethnic group do I belong to. My family currently resides under Mpondo region and I see on this website we are grouped under Mfengu

  12. Hi ndicela nindithumele imvelaphi yamandungwana, Oodiya, ooqwesha. Ndiqaphela ukuba ayisosiduko saziwayo kwaye asiveli kwi sites ezininzi

  13. Abekho ooMlambo, Mbinga ,Ncwabane, Khakaza, Binita, Lusiba, abawelwa zinkonjane zona zinamaphiko

  14. There is some great confusion apha. Ngokwazi lwam basuka kuNtose ongumzukulwana kaMpondomise ezalwa noCwerha, noDlongithi , noMfusi kunye noVambane owayeliphelo. UNqukhwe ke izale uSindikolo wazala uMagentse, noMakhaba kunye noMbuzweni.

  15. Perhaps you were just co-opted by ooMadiba idealy isiduko asisinquli esinye isiduko. Visit archives and gather more information about Mpemvu and Ntlotshane clans. Good luck

  16. OoGoqolo, Bhengu/Mabhengu Teni Tshengezana Tshevula Ngwane are of a similar origin as Dlamini,s. NgamaMfengu whose origin can be traced from Swaziland , Natal , Lesotho. They have nothing to do with Mjoli,s of the Wushe,s. Perhaps nina nanihamba namaWushe/Mjoli naza nosuleleka apha ekunquleni okanye uMjoli ngomnye wookhokho benu. Thina asimnquli uMjoli instead siyatshatiselana noMjoli Wushe. In which area of the country are you residing? You must conduct more research from the archives as well. Omnye utata waseNgqamakwe wayedla ngokuthi ningoNjoli hayi uMjoli. Thanks and good luck. Keep me posted about your research in this regard.

  17. Molweni kwaXhosa. NdinguThole uNdlaangisa uBuzini uLwandle aluwelwa luwelwa zinkonjane zodwa zona zimaphiko made uMmzishe uMfingo uGqagqane. Ikhaya likula Mhlaba waseDikeni kwaGaga. Into kaMnqumevu. Ndilapha ekapa ngokwempangelo, nto endifuna nindincede kuyo yile, Ndiyadibana nooThole apha ntonje endibhidayo kukokuba Xa sizithu sihamba kunye ngezi sendizikhankanyile iziDuko, kodwa ke bona bafaka nezinye endiqalayo ukuziva e.g Mcaca, Mandl’uluhlwile nezinye. Bendicela ukucaciselwa kuloo ndawo. Ndiyabulela

  18. Amantlantle ngooBhengu, Malitshe, Sibala iinkwenkwezi abanye bebala iinkomo nje, isibhengu-bhengu sosana, umgangxo webhubesi, omanzi akanamini akanabusuku, umrhubo wesichotho.

  19. Amantlantle ngooBhengu, Malitshe, Sibala iinkwenkwezi abanye bebala iinkomo nje, isibhengu-bhengu sosana, umgangxo webhubesi, omanzi akanamini akanabusuku, umrhubo wesichotho

  20. Ama-Ntshiza khange ndiwabone apha ngawaku-Qumbu:
    Ntshiza
    Gubha
    Mbamba
    Nakazana
    Qwangqwa…….elimnyama nezinja zalo
    Simelela…………ngentonga ebuthelezini
    Malilwelwa……..zintombi zithi bhuti ndizeke andinaMama andinaTata
    Mpumlo-nkulu….igcwel’umfinya.

    Ndicela okwaziyo ukongeza enze njalo…Enkosi

  21. helow Sandile
    I am Minky Msengana ndiyi ntombi yase Mantlaneni.Thina singabase Nqakhwe kumhlaba waku kotana sisuka kwilali yase Thuthurha kwidolopu yaku Cetana kumhlaba wase EASTERN Cape.Singama Xhosa .

  22. Ndicela iziduko zakwa Bhudaza nemvela yabo.nezakwa Fipaza I’m currently using my step fathers surname I need to know more about my blood fathers surname and where is he from.OoFipaza please.enkosi

  23. Hello, will u please help me with the full information about Amagcina, ooMtjikazi,

  24. My name is Beauty Maawu, born in Kroonstad. I just know that we are xhosas originating from Transkei. My grand-grand mother ran away with her kids to Kroonstad in Free state. when we were young, we used to visit my father’s aunt in Qhumbu married by Ntanga. Will u please hhelp me trace the origin of Amagcina, ooMjikazi and their full praise/ isithakazelo. Where to go if I want to track them down.

  25. Ndicela ukwazi ukuba kweziclans zamaQwathi uKhebesi uzalwa okanye uphuma kuyiphi iclan?

  26. Ndyalahleka kwezam iziduko ndkulele empondweni ifani sibiza baleni iziduko kutwa siboMyalo omshikilana bt nda confuzeka any solution

  27. the amatipha or tipha clan isnt menntioned here but why or isnt knwn or what but wev heard about it in xhosa stories some characters called with it so whats happening now?

  28. Kubangwa yintoni kuthiwe uMqithi,uBhomoyi u-related kwindlu kaMadiba. Kodwa xa sizinqula sithi singabazukulu kuNgubengcuka indodana kaNdaba kaThato,kaThondwa,kaMadiba kaDlomo,kaHala kwazalwa uMtirara ngunoNesi. Umqithi kwezizindlu ungenaphi or uzalwa yeyiphi indlu kuba isiko alifani esilenzayo. Ndicela ukuchazelwa ngokubanzi ngalento ndincedeni bantu bakowethu.

  29. Amaxesibe are a nation from xesibe who is an infusion of mondo and mondo isle the sons of njanya. Their clan names include Onondzaba,o bhimbikamyana, oontozababantu, oo ndzuza, oo boneless, oosomadoda, oo nondize, oo matshineyibheka njengomntwana, oo mabhoqo oo sibumbu umitha kanjanujongezantsi nje, njalo njalo. Kutsho u ndzuza.

  30. Masiyilungise lento elaphangentla infuasion mondo etc. yimfusi ka mpondonompondomise no boneless lo ngubhelesi. Enkosibethuoo

  31. i would like to know about the origin of amantshele ondokhala mdlelanga sindinqabele esisiduko

  32. Ndicela nindixelele aMnzotho nama Bhele xa eqhubekeka aphela ndawoni kuba andizazi zonke.

  33. Why the Tshezi clan name is short…cz it surpse to be like dat…Tshezi jalamba umqala ongangenduku,njilo njilo kweyase lwandle,nkonjan emnyama ibhabha emafini ukhayi ugagashe into ka ganya

  34. Mna ndicela ukwazi ngamangwane, Thumbela, Mthiyane, Zondo, Ntsekazi, Sotobe, Ndaba, Mbambalala, Sokhotyana. Their Surnames are Nontanda, Flatela

  35. I need to know the origins [ how it originated by who etc, I just need the most I can get ]of Stemela surname that is said to have branched from the main Tshezi clan. If you believe you can shed real light in this request please contact me via e-mail at mambaemnyama@yahoo.com

  36. Camagu mzika Phalo, ndicela nindicacisele banzi ngesi siDuko singu Mnkabane, Majeke, Mthi’wembotyi. Ndiyaguqa mzi wakowethu. Camagu

  37. AmaNqgika, AmaNdlambe, AmaRharhabe, AmaGcaleka, umbuzo wam ngabantu abazalwa ngumnt omnye okanye ungakhe unabengcono, Camagu ndiyazithoba mziwakuthi

  38. o Mabi, Nguta, Shiyane, Maroqosha nkqayi azitshililanga bona basuka phi?

  39. I did not see the Amazima clan and the information on the Amaqwambi kunye namantande. Thank you for the coverage on the information.

  40. Bhota mhlekazi! Xa engekho sincede mhlekazomhle usixelele neziduko zawo AmaNzima la, ube sele utsho ukuba wona aphantsi kwesiphi isizwe… Enkosi!

  41. Injalo… uGcaleka no Rharhabe bazalwa kunye, bezalwa nguKumkani uPhalo… uNgqika abengunyana wenkulu kaRharhabe, uMlawu. uNdlambe ke yena, ngumninawa kaMlawu, bobabini bezalwa nguRharhabe. uMdushane unyana kaNdlambe waye waphuma neqela lakhe wazenzela esakhe isizwe, imiDushane ka Ndlambe…

  42. Naku apho atshiwo khona kakuhle amaTshezi: http://xhosaculture.co.za/iziduko-zakwantu-ngokwezizwe-zamanguni-asemazantsi/

    Tshezi – uTshezi, uTenza, uFakade, uSaliwa, uJalamba, uSkhabela, uCetshane, Mqal’ ongangenduku, Njilo-njilo kuya ngaselwandle, Nkonjan’emnyama ibhabha emafini, uKhayi, uGagashe into ka Ganya, uNdela, uNeneza, iNkonjane emnyama ebhab’ emafini, iinzwana zakwaBomvana, iinto ezinomkhitha kodwa zimithond’wemide, iNyoka emnyama ecanda isiziba, uMkhonto, uMalala nentombi ivuke ithi bhuti ndizeke noba kungeshumi leesheleni, inkosi ezingazange zibutheng’ubokhosi. Zinto ezityafileyo ingathi zidla umcuku.

  43. AmaBhele – (asuka kwintaba yeLenge, baqhekeke kathathu kuMaliwa, Donga nakuSiphahla-phahla,uDonga noSiphahla-phahla bangenela kumaZulu babangabakwaNtuli,uMaliwa weza kwaGcaleka,uMabandla wehlela kwaGcaleka,uMabandla waya kwaRharhabe,Bhunta uGatsheni/Gatyeni uzalwa nguNdlovu kaMasoka(Masombuka))

  44. Jonga nje wena ezi ziduko, uzakuyifumana impendulo, kuba iziduko ziyimbali yethu, zisixelela banzi:

    Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.

    mQithi – Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu

    ngenkcazelo ethe vetshe, ungabuza inkokheli eyazi kakuhlu lembali, umQithi, uXolile Mgijima: http://www.facebook.com/xolile.mgijima

  45. Ezi ziduko zilapha aziphelelanga, wena unganceda usazise usixelela ukuba zithini iziduko zamaTipha zakutsho zifakwe nazo…

  46. Mholweni mawethu, igama lam ndingu Welile Wazini, ooNgcwina kangcoyiya, ooZumbe, ooSiqwepu solusu inyama ethandwa ngabafazi, ooNdodi kandoyiya, amaQadi. Ndiphuna kwiDolophi yaku Tsolo ngezantsi kwamahlathi, kwilali yakuNgqwala. Ndicela umntu onolwazi oluphangaleleyo ngokuzithutha nangemvelaphi yesisiduko andicacisele. Ndisatshaya.

  47. ONdlovu bahlobene njani Mntungwa,kukho oDlamini abango Zizi no Dlaminu abangoSibakhulu? Ndicela ukohlulelwa apha bethuna

  48. Camagu mzontsundu…..aaaaaahhh togu omalangana ookhawuta ndithetha oonngconde okanye amatshawe ukwenjenje…..camagu….thongo liyavuma.

  49. Udosini uhamba ngoluhlobo dosini, ncele, mqhorhana, nqabashe, tebetebana, ngogqazumthonyama, ngxowinoboya, phangelilanga lingekaphumi, mpondomise ngohlanga, mahala afeleTsitsa

  50. Umntu onomdla ndyambongoza ukuba andithuthule amanune okanye amanyele… lowo ungumnune azazi ngowaklo makhulu wam…..

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s